Uhezekile 12:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ilizwi *likaNdikhoyo ndaliva lisithi:

2. “Mntundini, uhleli nabantu abangabavukeli. Banamehlo, kodwa ababoni; baneendlebe, kodwa abaphulaphuli; kuba kaloku bangabavukeli.

Uhezekile 12