10. Iikumkani ahlekisa ngazo;bona abalawuli ayabagcolodela.Ke zona iinqaba awazazele nto;enza iinduli zokuhlasela azithimbe.
11. Asisitshu esigqotsa njengomoya;ngoonomatyala abanqula amandla abo.”
12. Akunguye na owamandulo, *Ndikhoyo,Thixo wam, wena Yedwa wam?Ke thina asiyi kufa.Ndikhoyo, amaKaledi uwamisele ukuze usigwebe ngawo;Ngxondorha yam, wena uwabekele ukusohlwaya ngawo.