Udaniyeli 12:12-13 Ibhayibhile (XHO96)

12. Kambe ke, hayi inyhweba yalowo ulinde ngomonde de kufike isiphelo semihla eliwaka elinamakhulu amathathu mashumi mathathu nantlanu!

13. “Ke wena qhubela phambili kude kube sekupheleni. Uya kuphumla; kodwa ke ekusongweni kwamaxesha ubuye uvuke, wamkele isabelo selifa lakho.”

Udaniyeli 12