Kwabaseroma 16:19-21 Ibhayibhile (XHO96)

19. Bonke bavile ngokumlulamela kwenu uKrestu; into ke leyo endivuyisayo ngani. Ndinga ke ningaba zizilumko okunene kokulungileyo; kodwa ningabi zizo kokubi.

20. Ke uThixo, imbangi yoxolo, uya kumnyhasha kamsinya uSathana phantsi kweenyawo zenu.Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Krestu malube nani.

21. Uyanibulisa uTimoti osebenza nam, noLukiyo, noJason, noSosipatro, amawethu.

Kwabaseroma 16