Kwabasekolose 3:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Njengoko kaloku navuswa kunye noKrestu, yibani nomdla kwizinto zasezulwini, apho akhoyo uKrestu, ehleli kwiwonga alinikwe nguThixo.

2. Iingqondo zenu zimiliseleni kwizinto zaphezulu, kungabi kwizinto zalo mhlaba.

3. Kaloku nafa; ngoko ke ubomi benu busafihlakele kunye noKrestu kuThixo.

Kwabasekolose 3