Izafobe 9:16-18 Ibhayibhile (XHO96)

16. esithi: “Yizani apha nonke, nina bangaqondiyo!”Kwabaswele ukuqonda uthi:

17. “Akamnandi ngako amanzi abiweyo!Kanti ke nokutya okutyiwa ekufihlekeni kokona kunencasa.”

18. Abamphulaphulayo abaqondi ukuba kukufa okubalindele apho;abazi ukuba abo bakhe bamtyelela xa kungokunje bakwelabafileyo.

Izafobe 9