Izafobe 9:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ubulumko buyakhile indlu yabo,bayenzela iintsika ezisixhenxe.

2. Ubulumko buxhelile, bayixuba newayini;kwaye netafile sebuyidekile.

3. Buthume izicakazana ukuba zime ezindulini,zazise apho edolophini, zithi:

Izafobe 9