Izafobe 25:8-11 Ibhayibhile (XHO96)

8. Sukungxamela enkundleni ngento oyibonileyo,hleze kuvele omnye umntu nabungqina bumbi,utsho uhlazeke ke wena.

9. Xa usematyaleni nommelwane wakhomusa ukudiz' imfihlelo oyixelelweyo,

10. hleze uvelwe utsho uphoxeke,kuze ke ukuba negama elibi kwakho kuthane mbende nawe.

11. Amazwi afanelekileyonqwa neeapile zegolide ezithiwe nca kwisiliva.

Izafobe 25