Izafobe 22:27-29 Ibhayibhile (XHO96)

27. Kaloku xa ungasenako ukuhlawulauya kuthinjwa wohluthwe nditsho kwanebhedi olala kuyo.

28. Ungaze uwugudlule umlima-ndlela wakudalaowamiswa ngookhokho bakho.

29. Ungazibonela ngokwakho: umntu olichule emsebenzini usebenzela ukumkani,akasoze asebenzele abantu abangenagama.

Izafobe 22