Izafobe 19:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Akunani kwaukuhleleleka unyanisekilekunokuba sisiyatha esinganyanisekanga.

2. Ukutyhuthuzela kungekho kuqonda akulunganga;onyawo zingxamileyo uyayiphosa indlela.

Izafobe 19