Izafobe 13:23-25 Ibhayibhile (XHO96)

23. Umhlaba oqala ukulinywa ungawanika ukudla okuninzi amahlwempu,kambe ke xa kungekho bulungisa kutshayelwa kuphele.

24. Umntu ongalusebenzisiyo uswazi umthiyile umntwana wakhe;kanti ke yena omthandayo uyamqeqesha ngokufanelekileyo.

25. Umntu olilungisa utya aneliseke,ukanti isisu sokhohlakeleyo sambathwa liphango.

Izafobe 13