Isityhilelo 21:25-27 Ibhayibhile (XHO96)

25. Akasayi kuvalwa emini amasango aso, yaye akusayi kubakho busuku khona.

26. Izizwe ziya kuza ziphethe amagugu azo neendyebo zazo.

27. Akuyi kungena bubi khona; akuyi kungena nasingcoli naxoki; kuphela kongena abo babhaliweyo encwadini yeXhwane, leyo yeenkcukacha zobomi.

Isityhilelo 21