Iindumiso 96:7-9 Ibhayibhile (XHO96)

7. Mbongeni uNdikhoyo, nina bemi bomhlaba;mbongeni kuba unewonga namagunya.

8. Mnikeni imbeko efanele igama lakhe;sondezani amadini, ningene endlwini yakhe.

9. Mnquleni uNdikhoyo, yena unesihomo nesithozela;malingcangcazele lonk' ihlabathi phambi kwakhe.

Iindumiso 96