Iindumiso 93:4-5 Ibhayibhile (XHO96)

4. UNdikhoyo yingangalala yaphezulu;unamandla kunamaza alephuzayo,nangaphezu kwamaza agqumayo.

5. Imiqondiso yakho ayiguquki, Ndikhoyo;iyingcwele ngenene indlu yakho, Ndikhoyo,kuya kuda kube nini-nini.

Iindumiso 93