Iindumiso 87:5-7 Ibhayibhile (XHO96)

5. IZiyon kuya kuthiwa ngunozala wezizwe zonke,kuba uPhezukonke uyayixhasa.

6. Akuzidwelisa zonke izizwe uNdikhoyo,xa zizonke zoba ngabemi baseJerusalem.

7. Iimvumi nabangqungqayo baya kuthi:“Thina singabomthonyama.”

Iindumiso 87