Iindumiso 83:15-18 Ibhayibhile (XHO96)

15. Ewe, yiba sisitshu emva kwabo,barhwaqelise ngesaqhwithi.

16. Mabambatshe bade banyoshoze,ukuze badane bakulangazelele, *Ndikhoyo.

17. Baswantsulise, bahlale bengcungcutheka;ewe, mabafele ehlazweni.

18. Mabavume ukuba nguwe wedwa onguNdikhoyo,uPhezukonke obhijel' ihlabathi jikelele.

Iindumiso 83