Iindumiso 73:26-28 Ibhayibhile (XHO96)

26. Umzimba nentliziyo zingade ziphelelwe,wona amandla am nguThixo, ulibango lam naphakade.

27. Abakutyeshelayo baya kubhanga;uyabatshabalalisa abaqhankqalazi.

28. Kum ke kuluyolo ukuba kufuphi kuwe, Thixo.Nkosi yam *Ndikhoyo, ndikhuselwa nguwe,ukuze ndibalise ngemisebenzi yakho.

Iindumiso 73