Iindumiso 65:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ufanelwe kukubongwa, Thixo, eZiyon,zifezekiswe kuwe izibhambathiso.

2. Wena uyawugqala umthandazo;bonke baya kuza kuwe.

Iindumiso 65