1. Khawundihlangule ezintshabeni, Thixo wam;ndikhusele kwabo bandihlaselayo.
2. Ndihlangule kubantu abagwenxa;ndisindise kwizikrelemnqa.
3. Uyabona bayandilalela.Izikhohlakali zidibana ngam,ndingonanga nokona, *Ndikhoyo.
4. Hayi, andenzanga nento le,kodwa nĂ¢bo bendiqulela.