Iindumiso 5:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Khawuwabekel' iindlebe amazwi am, *Ndikhoyo,usigqale isingqala sam.

2. Kuve ukukhala kwam, kumkani wam, Thixo wam,xa ndithandazayo kuwe.

Iindumiso 5