18. Sendizivuma izono zam; ndiyazithiya izigqitho zam.
19. Banamandla abo baziintshaba zam,nâbo bandithiya kungekho sizathu.
20. Ubuhle bandibuyisela ngobubi,naxa mna ndizama ukwenza okulungileyo.
21. Zungandifulatheli, Ndikhoyo;Thixo wam, mus' ukuchasela kum.
22. Khawuleza undincede, Nkosi, Msindisi wam!