Iindumiso 35:11-13 Ibhayibhile (XHO96)

11. Kuvele amangqina athetha ulwimi ngam,andinkqangisa ngezinto endingazaziyo;

12. andibuyekeza ubuhle ngobubi,ndatsho ndaphelelwa lithemba.

13. Kodwa mna, okuya babegula, ndambatha ezirhwexayo,ndazicinezela nangokuzila ukutya, ndithandaza ngentobeko.

Iindumiso 35