Iindumiso 34:20-22 Ibhayibhile (XHO96)

20. uwagcina onke amathambo alo,kungaphuki nalinye kuwo.

21. Abantw' abagwenxa bobulawa ngobubi babo,bagwetywe abo balithiyayo ilungisa.

22. UNdikhoyo wozihlangula izicaka zakhe;bonke abakholose ngaye abayi kugwetywa.

Iindumiso 34