Iindumiso 17:14-15 Ibhayibhile (XHO96)

14. Ndihlangule, Ndikhoyo, koohlohlesakhe abazisu zimbaxa,betsho ngenyambalala yoonyana.Bathi zubelele bafe,babushiyel' oonyana obo butyebi.

15. Mna ndobonana nawe ngenxa yobulungisa bam;ndokwaneliswa kukubona wena xa ndivukayo.

Iindumiso 17