Iindumiso 15:3-5 Ibhayibhile (XHO96)

3. Ngulowo unganyelisiyo,ungamenziyo into embi uwabo,ungamhlebiyo ummelwana wakhe.

4. Ngobadelayo abo babukulwe nguThixo,abancome abo bamoyikayo uNdikhoyo,ofunga angajiki noba kunyembelekile.

5. Ngongabolekisi ngemali yakhe,ngenxa yokuba efuna inzala;ngongekhe anyotywe ngokuthengisa umnt' ongenatyala.Lowo ke wenjenjalongumnt' ozinzileyo.

Iindumiso 15