Iindumiso 149:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Aa! Bayethe, Mhlekazi!Memelelani niculele *uNdikhoyo ingoma entshaabongwa ngayo ebandleni lakhe labanyanisekileyo!

2. USirayeli makagcobe agcolode ngoMdali wakhe;oonyana beZiyon mabachulumache ngoKumkani wabo.

3. Mabadude bamdumise bememelela,betsholoza bembonga ngegubu nekatala.

Iindumiso 149