Iindumiso 148:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Aa! Bayethe, Mhlekazi!Bongan' *uNdikhoyo, nimdumise emazulwini;mdumiseni kweliphezulu!

2. Mbongeni, nonke nina zithunywa zakhe;mdumiseni, nani mikhosi yakhe!

3. Mbongeni, wena langa nawe nyanga;mdumiseni, nonke zinkwenkwezi eziqaqambileyo!

Iindumiso 148