5. Baya kunkwantya benkwantyile,kuba uThixo ukunye nâbo bamthobeleyo.
6. Nangona aminxwayo amacebo osizana,nguNdikhoyo olixhadi lalo.
7. Akwaba ingavela eZiyon inkululeko yamaSirayeli,akuba uNdikhoyo eyibuyisile inkqubela yabantu bakhe.AbakwaYakobi baya kugcoba;ewe, ochulumacha amaSirayeli.