Iindumiso 121:1-3 Ibhayibhile (XHO96) Amehlo am ndiwajongis' enkalweni;yaz'ba lovela ngaphi na uncedo lwam? Umncedi wam *nguNdikhoyo,yena ungumenzi wamazulu