Iindumiso 118:18-20 Ibhayibhile (XHO96)

18. Yena undohlwaye kabukhali;kambe ke akandiyekelanga ekufeni.

19. Khanindivulele amasango endlu kaThixo,khon' ukuze ndingene ndidumise uNdikhoyo.

20. Nali isango lokungena kwaNdikhoyo;ngamalungisa odwa angenayo ngalo.

Iindumiso 118