1. Ndithembele *ngoNdikhoyo nje,ningathini ukuthi: “Balekela ezintabeni zenu njengentaka!
2. Kaloku abantw' abagwenxa sebejolisile ngesaphetha esinotolo,bajolisel' ukulidubul' emnyameni ilungisa.
3. Xa sekudilike neziseko nje,lingenzani ke lona ilungisa?”