Iindumiso 107:42-43 Ibhayibhile (XHO96)

42. Athi akuyibona le nto amalungisa agcobe;ke bona abangendawo baxakwe.

43. Olumkileyo makazigqale ezi zinto;abantu mabaziqonde izibele zikaNdikhoyo.

Iindumiso 107