Iindumiso 107:4-7 Ibhayibhile (XHO96)

4. Bambi babebhadula entlango,bengenaso isixeko sokuma bazinze.

5. Ewe, babelamba benxanwa;kwakugos' okwaphukayo beyoba.

6. Ke kaloku babhenela kuNdikhoyo bekhohliwe,waza yena wabakhulula kwezo ngxaki zabo,

7. wabakhokela ngendlela ethe ngqo,wada wabamisa esixekweni bazinza.

Iindumiso 107