Iindumiso 106:47-48 Ibhayibhile (XHO96)

47. Sisindise, Ndikhoyo, Thixo wethu,siqokelele phakathi kweentlanga, ukuze sikubulele,silibonge igama lakho elingcwele.

48. Makabongwe uNdikhoyo uThixo kaSirayelikususela ngoku kude kube nini-nini!Bonk' abantu mabathi: “Huntshu!”Mawubongwe wena, Ndikhoyo.

Iindumiso 106