Iindumiso 106:40-42 Ibhayibhile (XHO96) UNdikhoyo wavutha ngumsindo,waza wabacaphukela abantu bakhe. Wabayekela ezandleni zeentlanga,baba phantsi kolawulo