Eyonqulo 12:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. *UNdikhoyo wanika uMosis le miyalelo

2. ukuba ayigqithisele kumaSirayeli: Umdlezana emva kokubeleka inkwenkwe woba *nomlaza iintsuku ezisixhenxe, kanye njengoko aba njalo xa esexesheni.

3. Ngosuku lwesibhozo usana olo kufuneka lwaluswe.

Eyonqulo 12