Eyemfuduko 9:31-33 Ibhayibhile (XHO96)

31. Umqhaphu nerhasi zavuthuluka zatshabalala. Kaloku irhasi yona kwakuxa ihlanzayo; umqhaphu ke wona kuxa udubulayo.

32. Kanti ke ingqolowa nehabile zange zonakale, kuba zazisephantsi.

33. Akumka ke uMosis kwakumkani, ephumile nasesixekweni, waphakamela kuNdikhoyo ngomthandazo. Ngoko nangoko sathotha isiphango, yapheza nemvula.

Eyemfuduko 9