Eyasentlango 8:9-11 Ibhayibhile (XHO96)

9. Qokelela ibandla lamaSirayeli ephela, uze bona abaLevi ubemise phambi *kwesibingelelo.

10. AmaSirayeli ke aya kubeka izandla zawo phezu kweentloko zabaLevi.

11. Ke uAron uya kusuka abanikezele abaLevi abo kum, babe ngumnikelo owanga-wangiswayo ovela kumaSirayeli, ukuze bawufanele umsebenzi wam.

Eyasentlango 8