Eyasentlango 6:6-7-23 Ibhayibhile (XHO96)

8. Kaloku xa esephantsi kwesi sifungo ulilolo likaNdikhoyo.

9. “Xa kwenzekile ukuba lowo ulilolo agqwaliseke ngokuba kufuphi nomntu osuke wafa ngebhaqo, kofuneka azigugule iinwele neendevu zakhe ngosuku lwesixhenxe, ukuze *ahlambuluke.

Eyasentlango 6