Amava Engqondi 3:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Yonke into inexesha layo;umbandela ngamnye unethuba lawo apha emhlabeni.

2. Ukuzalwa kunexesha lako,nokufa kunexesha lako.Likho ixesha lokutyala,likwakho nexesha lokuncothula.

Amava Engqondi 3