2 Yookumkani 21:20-23 Ibhayibhile (XHO96)

20. KwanjengoManase uyise naye wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo.

21. Yena wahamba ekhondweni likayise, akanxaxha; naye wanqula imifanekiso *yezithixo njengoyise, equbuda kuyo.

22. Wasuka wambukula uNdikhoyo uThixo wooyise, akahamba ngendlela yakhe.

23. Ke amaphakathi kakumkani uAmon amenzela iyelenqe, ambulalela kwakhe ebhotwe.

2 Yookumkani 21