2 Yeziganeko 33:24-25 Ibhayibhile (XHO96)

24. Ke amaphakathi ka-Amon amenzela iyelenqe, ambulalela kwakhe ebhotwe.

25. Ke bona abantu belo zwe bababulala bonke abo babenzele ukumkani uAmon iyelenqe, baza babeka unyana wakhe uJosiya wangukumkani esikhundleni sakhe.

2 Yeziganeko 33