2 Yeziganeko 20:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke kaloku emva koku amaMowabhi nama-Amon ekunye namaMawun aya kulwa noYoshafati.

2. Abathile ke beza kuxelela uYoshafati bathi: “Nantso inyambalala yomkhosi ophuma e-Edom isiza kukuhlasela, ingaphaya ngaphesheya kolwandle. Seyichophele ukuhlasela iphaya eHazezon-tamare.” (YiEngedi ke leyo.)

2 Yeziganeko 20