2 Yeziganeko 11:22-23 Ibhayibhile (XHO96)

22. Ke kaloku uRehobhowam wamisela uAbhiya wayeyona nkulu koonyana bakhe ukuze abe ngukumkani esikhundleni sakhe xa engasekho yena.

23. URehobhowam wenza ubuchule, oonyana bakhe wabasarhaza kuzo zonke izithili zakwaJuda nakwaBhenjamin, kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo. Wabaxhasa ngokwaneleyo, wabathathela abafazi abaninzi.

2 Yeziganeko 11