2 Kutimoti 1:17-18 Ibhayibhile (XHO96)

17. Wathi efika nje eRoma, wandifuna wada wandifumana.

18. Wanga angenzelwa inceba ngaloo Mini yeNkosi! Ndiyayicela loo nto eNkosini! Izinto awayendenzela zona e-Efese zaziwa nguwe ngaphezu kokuba ndingakuxelelayo mna.

2 Kutimoti 1