2 Kasamweli 23:28-32 Ibhayibhile (XHO96)

28. uZalmon waseAhoyi,kwakunye noMaharayi waseNetofa,

29. uHelebhe unyana kaBhana waseNetofa,noItayi unyana kaRibhayi waseGibheya kwaBhenjamin.

30. Wayelapho uBhenaya wasePiraton,uHidayi wamaxandeka aseGahashe,

31. kunye noAbhiyalebhon waseBhete-arabha,uAzemavete waseBhawurim,

32. noEliyabha waseShalebhon.Zazilapho iinto zikaYashene,noJonatan

2 Kasamweli 23