2 Kasamweli 22:18-22 Ibhayibhile (XHO96)

18. Wandihlangula kwiintshaba zamnakwabo bandichasayo, bendivuyelela.

19. Bandihlasela ndisengxingweni,wandikhusela yena uNdikhoyo.

20. Wandihlangula ndisengozini,wandisindisa kuba ekholisekile ndim.

21. Wandivuza uNdikhoyo kuba ndandilungisa;wandithamsanqela kuba ndimsulwa.

22. Umthetho kaNdikhoyo ndiyawuthobela;andimfulathelanga uThixo wam.

2 Kasamweli 22