2 Kasamweli 19:4 Ibhayibhile (XHO96)

Wazigquma ubuso ukumkani, watsho esikrakra isikhalo, esithi: “Yini umntwana wam uAbhasalom! Abhasalom, nyana wam, nyana wam!”

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:2-6