2 Kasamweli 19:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mini uvuyo loloyiso lwajika lwaba lusizi kuwo wonke umkhosi kaDavide, kuba eva kusithiwa: “Ukumkani uzilile ngenxa yonyana wakhe.”

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:1-11