2 Kasamweli 19:15 Ibhayibhile (XHO96)

Wabuya ukumkani, waya kufika kumlambo iJordan, wahlangatyezwa ngamadoda akwaJuda, awayeze kumkhawulela eGiligali amkhaphe ukuwela loo mlambo.

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:11-22